DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

UHLAZIYO-MNQOPHISO 14

UHLAZIYO-MNQOPHISO 14:9-10 - XHO96
  • Zonke iindidi zeentlanzi ezinamaphiko namaxolo ningazitya. Kambe ke yonke into ehlala emanzini ingenawo amaphiko namaxolo sanukuyitya, inomlaza.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Nantoni na ke eniyenzayo, nokuba niyathetha, nokuba niyenza, yenzeleni egameni leNkosi uYesu, nibulela uThixo uYise ngayo.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Kuba kaloku komnceda ntoni umntu, ukuba uthe walizuza ihlabathi liphela, kodwa walahlekelwa bubomi bakhe?Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela