- Ke wena ubathi jize ngenzolo
abo banjongo zingajika-jikiyo,
kuba behlala bekholose ngawe. - Naphakathi kwengqeqesho yakho, Ndikhoyo,
sihlala sijonge kuwe;
umnqweno neqhayiya lethu nguwe. - Ebusuku umphefumlo wam ulangazelela wena;
kusasa umoya wam uyazula ufuna wena.
Xa ulohlwaya ihlabathi
abemi balo bafunda ngobulungisa.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ukhuseleko
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Uxolo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Iminqweno
Nantsi ke into endithetha...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ninoyolo nina xa bathe abantu baningcikiva ngenxa yam, benitshutshisa, bethetha zonke izinto ezikhohlakeleyo ngani bexoka.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho,kuba yona ingumthombo wobomi.Ivesi elandelayo!
