Sathi, sikwelabafileyo, saphakamisa amehlo aso sisentuthumbeni, sambona uAbraham ekude, uLazaro enaye. Samemeza ke, sathi: ‘Bawo, Abraham, ndénzele inceba, uthume uLazaro ukuba athi nkxu incam yomnwe wakhe emanzini, aphozise ulwimi lwam, kuba ndiyathuthunjelwa kweli langatye!’

Izihloko ezinxulumeneyo
Isihogo
Sathi, sikwelabafileyo, saphakamisa amehlo...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Ukubandezeleka
Ngaphezu koko, siqhayisa nangeembandezelo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Wathi kubo: “Ndilandeleni; ndonenza abalobi babantu.”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Hee! Ngani ukuba ndidakumbe kangaka?Ngani ukuba ndikhathazeke kangaka?
Hayi bo! Mandikholose ngoThixo,
khon' ukuze ndibuyele ekumdumiseni uMsindisi noThixo wam.Ivesi elandelayo!