- Ukuba umntu uyayonakalisa indlu kaThixo, uThixo uya kumohlwaya, kuba indlu kaThixo ingcwele – nina ke niyiloo ndlu.
- Nam ke, ndithi kuwe: UnguPetros, igama elithetha ulwalwa; ndiya kulakhela kolu lwalwa ke ibandla lam, kwaye namandla okufa akayi kuloyisa.
Izihloko ezinxulumeneyo
Icawa
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Ummelwane
Owesibini ke ngulo: ‘Uze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndiniwisela umthetho omtsha, ndithi: Thandanani! Njengoko ndinithandileyo mna, nani thandanani kanye ngolo hlobo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndiphilise, Ndikhoyo, ndiphile qete.Ndisindise, khon' ukuze ndisinde.
Kaloku nguwe udumo lwam.Ivesi elandelayo!
