- Yathi ke yona kubo: “Musani ukumangaliseka. Nifuna uYesu umNazarete, owayebethelelwe emnqamlezweni. Uvukile; akakho apha. Nantsi indawo abebembeke kuyo.”
- Wathi ke kubo: “Hambani niye kulo lonke ihlabathi, nizivakalise iindaba ezimnandi kulo lonke elimiweyo.”
- Lowo ukholwayo abhaptizwe wosindiswa; ke yena ongakholwayo wogwetywa.
- Emva kokuthetha nabo, iNkosi uYesu yanyuselwa ezulwini, yaya kuhlala ewongeni kwaThixo.
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Quqelani kokulungileyo, ingekuko okubi,khon' ukuze niphile,
naye uNdikhoyo, uThixo onamandla onke, abe phakathi kwenu,
njengoko nizingca ngaloo nto.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umzimba nentliziyo zingade ziphelelwe,wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.Ivesi elandelayo!
