- Isithunywa ke sathi kuye: “Musa ukoyika, Mariya, kuba uThixo ukwenzela isisa. Uyabona, uza kumitha, uzale unyana, umthiye igama elinguYesu.”
- Saphendula isithunywa sathi kuye: “UMoya oyiNgcwele uya kuhlela kuwe, athi amandla kaThixo uPhezukonke akufukamele. Kungoko loo mntwana ungcwele uya kuzalwa nguwe kuya kuthiwa nguNyana kaThixo.”
- Kaloku akukho nanye into enokumnqabela uThixo.
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Krisimesi
Úya kuzala unyana, ùmthiye...
Uloyiko
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Iingelosi
Ngaba ùba andinako ukumcela...
uMoya oyiNgcwele
INkosi le ke nguMoya...
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Andiyishiyanga imiyalelo yemilebe yomlomo wakhe;andenzanga ngokufuna kwam, koko ndiwathobele amazwi akhe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndiphilise, Ndikhoyo, ndiphile qete.Ndisindise, khon' ukuze ndisinde.
Kaloku nguwe udumo lwam.Ivesi elandelayo!
