Ze ningaziqwebeli ubutyebi emhlabeni, apho konakalisa inundu nomhlwa, nalapho amasela aqhekezayo ebe. Koko ziqwebeleni ubutyebi ezulwini, apho kungonakalisi nundu namhlwa, nalapho amasela angaqhekeziyo ebe.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukubawa
Umntu oyinyolukeleyo imali soze...
Ukuthanda izinto eziphathekayo
Kaloku zange size nanto...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Wena, Ndikhoyo, uhleli ngonaphakade;ulawulo lwakho luhlala luhleli izizukulwana ngezizukulwana.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ukuba umntwana umqeqeshile ngendlela yokuziphatha,soze ahlukane nayo naxa selekhulile.Ivesi elandelayo!