Kungoko ndithi kuni, musani ukubuxhalela ubomi benu nisithi notya ntoni, nisele ntoni. Kwanomzimba wenu ze ningawuxhaleli, nisithi niya kunxiba ntoni. Ubomi abungaphezulu na kokutyiwayo; wona umzimba awungaphezulu na kokunxitywayo?

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukutya
Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Ubuhle
Awumhle ngako, sithandwa sam!...
Ukwaneliseka
Ndiyazana nokuswela, kanti ke...
Iingcamango
Ndibhenela kuwe, Thixo wam...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngako ke finyezani umbhinqo, nibaze iingqondo, ningathembi nanye into ngaphandle kwesisa seentsikelelo eziza kuza noYesu ukufika kwakhe.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umhlobo unothando ngamaxesha onke;ke yena umntakwenu uzalelwe ukuba nawe kwiimbandezelo.Ivesi elandelayo!