Akukho mntu unokukhonza iinkosi ezimbini, kuba uya kuyithiya le, ayithande leya, okanye abambelele kule, ayidele leya. Aninako ukukhonza uThixo kwanobutyebi.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Ityala
Izikrelemnqa ziboleka zingabuyisi, ke...
Ukuthanda izinto eziphathekayo
Kaloku zange size nanto...
Ukubawa
Umntu oyinyolukeleyo imali soze...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ukuba ihlabathi lithe lanithiya, ze nikhumbule okokuba lathiya mna kuqala.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umhlobo unothando ngamaxesha onke;ke yena umntakwenu uzalelwe ukuba nawe kwiimbandezelo.Ivesi elandelayo!