Isibane somzimba liliso. Xa iliso lakho lilungile, umzimba wakho uphela uya kukhanyiseleka. Kodwa ukuba iliso lakho alilunganga, umzimba wakho uphela woba sebumnyameni. Ke, ukuba ukukhanya okukuwe kububumnyama, koba mnyama kangakanani!

Izihloko ezinxulumeneyo
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Ukukhanya
Khawuvuke! Vuka, Jerusalem! Khanya!...
Ukubawa
Umntu oyinyolukeleyo imali soze...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ukuba niyazithoba kuye uThixo, uya kuniphakamisa.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UNdikhoyo ukufuphi kwabo babhenela kuye,kwabo bamfuna benyanisekile.Ivesi elandelayo!