Khon' ukuze ndinihambele ngovuyo ngemvume kaThixo, sichwayitisane.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku iNkosi iyawajonga amalungisa,iyiphulaphule imithandazo yawo.
Kodwa iyabafulathela abenzi bobubi.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ewe, konke okushukumayo makudume kubonge uNdikhoyo!Masidanduluke sonke sithi: “Bayethe, Mhlekazi!”Ivesi elandelayo!