- “Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso zam ngani zokuba ndininike intlala-kahle ingabi bububi, ndinidalele ikamva nethemba.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
- Nokhalela kum, nize kundithandaza, ndize mna ndiniphulaphule.
- Nondifuna nindifumane, xa nindifuna ngomxhelo wonke.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukucwangcisa
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Izithembiso
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku izibele zothando lwakho ziyabugqwesa nobomi,ngoko ndiya kuhlala ndikudumisa.
Ndiya kukubonga lo gama ndisaphilayo;
ndiya kunyukela kuwe ngomthandazo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba sewucand' emanzini,mna ndiya kuba nawe;
noba sowuwela imilambo,
ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;
nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;
amadangatye akanakukutshisa wena.Ivesi elandelayo!
