Niyabona, siya eJerusalem, apho uNyana woLuntu aya kunikelwa khona kubabingeleli abaziintloko nakubachazi-mthetho. Baya kumgwebela ukufa, bamnikele ezandleni zeentlanga. Zona ke ziya kumenza intlekisa, zimkatse, zimbethelele emnqamlezweni; aze athi ngomhla wesithathu abuye avuke ekufeni.

Izihloko ezinxulumeneyo
iPasika
Isithunywa sathi kubafazi abo...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Njengokuba ke isono salawula ngokufa, ngokunjalo nobabalo lulawula ngokwenziwa kwethu amalungisa nguThixo. Lonu lusikhokelela ebomini obungonaphakade ngenxa kaYesu Krestu iNkosi yethu.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Yena ngumhlaziyi wâbo batyhafileyo,umomelezi wâbo bangenamandla.Ivesi elandelayo!