DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

1 YEZIGANEKO 29

  • Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke ubukhulu ndawonye namandla;
    naso isidima sikwasesakho, ubungangamsha nobunewu-newu.
    Kaloku zezakho zonke ezisezulwini,
    kanti nezisemhlabeni ikwazezakho.
    Ewe, Ndikhoyo, lolwakho ulawulo;
    uyingqanga-ngqanga evelele konke jikelele.
  • Isidima nobutyebi ziphuma kuwe;
    wena ungumlawuli weento zonke.
    Kulapho kwezo zandla zakho ukomelela ndawonye namandla.
    Xa bebonke ubanike ubukhulu namandla.
  • Kodwa kodwa kuxa ndingubani mna, beyintoni bona aba bantu bam, ukuba singade sibe nako ukukwenzela izinwe ngolu hlobo? Kaloku yonke into iphuma kuwe, ngoko ke nangoku sikunika kwaoko kuphuma esandleni sakho.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Utsho ke uNdikhoyo kwindlu kaSirayeli ukuthi:
“Quqelani kum, niphile.”

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Uthando aluvuyiswa bububi, luvuyiswa yinyaniso. Uthando aluncami; lukholwa zizinto zonke, luthemba izinto zonke, lunyamezela izinto zonke.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela