Nohlala nanele ukuze nikwazi ukusoloko ninezinwe, khon' ukuze uThixo abulelwe ngabantu abaninzi ngenxa yezipho zenu abazifumana kuthi.

Izihloko ezinxulumeneyo
Isisa
Umntu ophayo uba nenkqubela...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Umbulelo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukupha
Elowo ke makanikele kangangoko...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Wathi kubo: “Ndilandeleni; ndonenza abalobi babantu.”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke ndinawe, sukoyika;ndinguThixo wakho, sukuphakuzela.
Ndiza kukomeleza ndikusize,
amandla am asindisayo akuxhase akukhusele.Ivesi elandelayo!