
Kaloku owethu umbingeleli omkhulu ngosivelayo ebuthathakeni bethu, kuba walingwa ngeendlela zonke njengathi, kodwa zange one.
Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Isilingo
Nasiphi na isilingo esikuhlelayo...
Uvelwano
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Ubuthathaka
Ndanelisekile ke ngoko nokuba...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngubani onganenzakalisayo xa nisenza okulungileyo?Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke ndinawe, sukoyika;ndinguThixo wakho, sukuphakuzela.
Ndiza kukomeleza ndikusize,
amandla am asindisayo akuxhase akukhusele.Ivesi elandelayo!