Ngoko ke nina, zihlobo zam, zingisani nizakhe elukholweni lwenu olunyulu. Thandazani niqhutywa nguMoya oyiNgcwele. Uthando lukaThixo maluhlale lunifumbathile ngoku nilinde iNkosi yethu uYesu Krestu. Kaloku yena unenceba, uya kunipha ubomi obungapheliyo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
uMoya oyiNgcwele
INkosi le ke nguMoya...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Icawa
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndizimela ngaye, nguye ondisindisayo.Yinqaba yam, soze ndichukunyiswe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onomonde uba nengqiqo;kambe ke yena ocaphuka msinya usuka enze ubudenge.Ivesi elandelayo!