- Awu, Thixo, ndiyatarhuzisa!
Ngenxa yezibele zothando lwakho,
nobubanzi benceba yakho, nceda uzicime iziphoso zam!
Ndihlambe ndahlukane nabo bonke ububi;
ndenze ndibe nyulu, ndingabi nasono! - Ewe, Thixo, intliziyo yam yidale ngokutsha, ibe nyulu;
wuhlaziye umoya wam, ndikhaliphe. - Umbingelelo owufunayo, Thixo, yintliziyo ethobekileyo.
Intliziyo ethobekileyo neguqukayo, wena Thixo, akuyideli.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukusulungekiswa
Xa ke kanti, mawethu...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Inceba
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Apho kungekho kucebisana izicwangciso ziyabhanga,kanti ke apho kukho abacebisi abaninzi ziyaphumelela.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mfo wam, yithobele imimiselo oyinikwa nguyihlo,ungazityesheli neziluleko zikanyoko.Ivesi elandelayo!
