- Culelani uThixo, nibong' igama lakhe.
Ewe, mbongeni lowo ucand' emafini.
Igama lakhe nguNdikhoyo, vuyani ngenxa yakhe.
UThixo usendlwini yakhe engcwele.
Nguyise weenkedama, umthetheleli wabahlolokazi. - Abangenabani ubenzela izihlobo.
Amabanjwa uwakhokelela enyhwebeni;
ke bona abavukeli bohlala kwelingumqwebedu. - Yibongeni iNkosi!
Mihla le iyasazelelela, uThixo ngumsindisi wethu.
Izihloko ezinxulumeneyo
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
Ukhuseleko
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Abahlolokazi
Bahlonele abahlolokazi; ndithetha abahlolokazi...
Iinkedama
Ningaze nimphathe kakubi umhlolokazi...
Ukucula
Kodwa ke mna ndiya...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngoko ke sisondela singenaxhala kuThixo, sisazi ukuba uyasiphulaphula xa sicela silungele ukwenza loo nto athanda ukuba siyenze.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Mfo wam, yithobele imimiselo oyinikwa nguyihlo,ungazityesheli neziluleko zikanyoko.Ivesi elandelayo!
