- Wathi ke uNdikhoyo uThixo: “Umntu ngoku unjengathi, uyakwazi ukucalula okuhle kokubi. Kuya kuthini ke xa athe wakha, watya kumthi wobomi, aze aphile angaze afe?” UNdikhoyo uThixo wamgxothela ngaphandle komyezo umntu, wamenza umlimi womhlaba avele kuwo.
- Uthembekile, Ndikhoyo, kwabo bathembekileyo;
ubenzela ububele abo bandlela zithe tse. - Phofu ke yena umntu ongayenziyo imfanelo yakhe nakuba eyazi, unetyala.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ummelwane
Owesibini ke ngulo: ‘Uze...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
