- Ke ngoko, nyana wam, yomelela ngenxa yesisa sikaThixo esisifumana ngokumanywa noKrestu Yesu.
- Athembekile la mazwi athi:
“Ukuba sife simanyene naye, sodla ubomi kwakunye naye.” - Zama kangangoko unako ukuba ukholeke kuThixo, ube ngumntu ongenadyudyu ngomsebenzi wakhe, uyifundisa ngokufanelekileyo inyaniso.
- Ziphephe iinkanuko zobutsha; phuthuma ukulungisa, ukholo, uthando, noxolo, umanyene nabo bonke abayinqula ngokunyaniseka iNkosi.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
ILizwi likaThixo
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kungenxa yale nto ke singethi mandla nje. Kaloku imo yethu entsha isuka ihlaziyeke ngokuhlaziyeka, nokuba imo yethu endala yona iya isonakala ngokonakala.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndiphilise, Ndikhoyo, ndiphile qete.Ndisindise, khon' ukuze ndisinde.
Kaloku nguwe udumo lwam.Ivesi elandelayo!