- 2 YEZIGANEKO 1
- 2 YEZIGANEKO 2
- 2 YEZIGANEKO 3
- 2 YEZIGANEKO 4
- 2 YEZIGANEKO 5
- 2 YEZIGANEKO 6
- 2 YEZIGANEKO 7
- 2 YEZIGANEKO 8
- 2 YEZIGANEKO 9
- 2 YEZIGANEKO 10
- 2 YEZIGANEKO 11
- 2 YEZIGANEKO 12
- 2 YEZIGANEKO 13
- 2 YEZIGANEKO 14
- 2 YEZIGANEKO 15
- 2 YEZIGANEKO 16
- 2 YEZIGANEKO 17
- 2 YEZIGANEKO 18
- 2 YEZIGANEKO 19
- 2 YEZIGANEKO 20
- 2 YEZIGANEKO 21
- 2 YEZIGANEKO 22
- 2 YEZIGANEKO 23
- 2 YEZIGANEKO 24
- 2 YEZIGANEKO 25
- 2 YEZIGANEKO 26
- 2 YEZIGANEKO 27
- 2 YEZIGANEKO 28
- 2 YEZIGANEKO 29
- 2 YEZIGANEKO 30
- 2 YEZIGANEKO 31
- 2 YEZIGANEKO 32
- 2 YEZIGANEKO 33
- 2 YEZIGANEKO 34
- 2 YEZIGANEKO 35
- 2 YEZIGANEKO 36
- Ukuba abantu bam abo babizwa ngegama lam bathe bazithoba bathandaza bendikhunga befuna ubuso bam, bazilahla iindlela zabo ezikhohlakeleyo, ke mna ndiya kubaphulaphula ndibeve ndisezulwini, ndisixolele isono sabo, ndilinyange ilizwe labo.
- Kuba kaloku uNdikhoyo uThixo wenu unesisa novelwano. Akasayi kunifulathela ukuba nibuyela kuye.
- Niyabona, uNdikhoyo uba nani xa nani ningakuye. Xa nizondelela ukumfuna nomfumana; kodwa ke xa nithe namshiya, naye wonishiya.
- Ngoko ke mhloneleni uNdikhoyo. Ze nigwebe ngenyameko, kuba yena uNdikhoyo uThixo wethu akayenzi into engekho mthethweni; akanagobe, yaye ke akanyobeki.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Ukuthobeka
Nihlale nithobekile ngawo onke...
Ukuphilisa
Wathi kuye uYesu: “Oo...
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku apho kukhoyo ukukhanya, kulapho kuntshula khona konke ukulunga, nabo bonke ubulungisa, nenyaniso.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kambe ke bona abakholosa ngoNdikhoyobosuka bahlaziyeke bomelele.
Bosuka bantinge baxel' ukhozi;
noba sebebaleka, soze badinwe;
ewe, baya kuhamba bangaze batyhafe.Ivesi elandelayo!
