- Zingekadalwa iintaba, ungekalenzi ilizwe nehlabathi,
ubusel' ukade unguThixo wena kwanini-nini. - Linjengemini enye iwaka leminyaka kuwe,
lona liyafana nemini yezolo,
lifutshane okwexesha labalindi ebusuku. - Sifundise ukuyiqingqa imihla yethu,
ukuze sizuze ubulumko. - Nkosi, Thixo, sithamsanqelise!
Siphumelelise kuyo yonke imizamo yethu;
ewe, yiphumelelise yonke imizamo yethu.
Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Indalo
Ekuqaleni uThixo wadala izulu...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukucwangcisa
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo...
Ubulumko
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Umntu ophayo uba nenkqubela;ukuba ùyabanceda abanye abantu nawe uya kuncedwa.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu uyalucwangcwisa uhambo lwakhe,kodwa nguNdikhoyo olawula ukunyathela kwakhe.Ivesi elandelayo!
