- ‘Guquka, mkreqikazindini Sirayeli!’
Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
‘Andizi kuba sakukhangela ngobuso obusangeneyo,
kuba ndinenceba.’
Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.
Úthi: ‘Andiyi kuhlala ndiniqumbele.’ - Kuba kaloku ilungelo lenu njengabamanywe noKrestu alipheleli ekukholweni kuye kuphela, koko lifikelela nasekubeni nive ubunzima ngenxa yakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Utsho ke uNdikhoyo kwindlu kaSirayeli ukuthi:“Quqelani kum, niphile.”