- Mfo wam, yithobele imimiselo oyinikwa nguyihlo,
ungazityesheli neziluleko zikanyoko. - Uthi ungawanyathela amalahle avuthayo
zize zingatshi iinyawo zakho?
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ukuphulaphula
Khumbulani le nto, zihlobo...
Isilingo
Nasiphi na isilingo esikuhlelayo...
Iminqweno
Nantsi ke into endithetha...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Yenzani unako-nako ukuhlalisana ngoxolo nabantu bonke.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndiphilise, Ndikhoyo, ndiphile qete.Ndisindise, khon' ukuze ndisinde.
Kaloku nguwe udumo lwam.Ivesi elandelayo!
