- Nguye umtyhili weentsonkotha ezifihlakeleyo;
nezisemnyameni izinto yena uyazazi.
Ngenene yena ulikhaya lokukhanya. - Wena Thixo woobawo, ndiyakudumisa,
ndikubulela kuba wena undizimasile.
Undithe jize ngobulumko namandla.
Nangoku wena undityhilele,
wawuphendula umthandazo wethu.
Ewe, usityhilele le nto ifunwa ngukumkani.
Izihloko ezinxulumeneyo
USomandla
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ukukhanya
Khawuvuke! Vuka, Jerusalem! Khanya!...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...