- Abantu basidelile basibukula,
saba ngumntu wenkxwaleko nentlungu.
Saba njengalowo ufulathelwayo, engasiwa so;
saba ngulowo udeliweyo, nathi asasikhathalela. - Kanti ngenene buthwelwe nguye ubuthathaka bethu,
inkxwaleko yethu yâsemagxeni akhe.
Ngenene thina besiba ubandezelekile,
sisithi uyabethwa nguThixo. - Phofu ke ungxwelerhwe ngenxa yokukreqa kwethu;
ewe, ubulewe ngenxa yobugwenxa bethu.
Ukohlwaywa kwakhe kusiphathele uxolo;
thina sinyangwe ngamanxeba akhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukubandezeleka
Kodwa ke, emva kwezo...
Ukugula
Xa umntu egula, makabize...
Ukubethelwa emnqamlezweni
Izono zethu wazithathela kuye...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukuphilisa
Wathi kuye uYesu: “Oo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Neengonyama ziyaswela zilambe,kodwa abo bamfunayo uNdikhoyo akukho nto intle bayiswelayo.
Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Yena wondibamba lungatyibiliki unyawo lwam;kaloku akozeli, walusa mna.Ivesi elandelayo!