- “Ewe, iintaba zingadilika,
ke zona iinduli zinyamalale,
kodwa izibele zothando lwam soze zinqamke kuwe,
nomnqophiso wam woxolo soze ushukume.”
Utsho ke yena uNdikhoyo okukhathaleleyo. - “Nezo zixhobo zixonxwe ngenxa yakho soze zikutshabalalise,
uya kumphendula nabani na okumangalelayo.
Lilo ke elo ilifa lezicaka zikaNdikhoyo;
ewe, mna ndozithi jize ngoloyiso.”
Etshilo nje ke uNdikhoyo utshilo!
Izihloko ezinxulumeneyo
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Uxolo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Umnqophiso
Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo...
Uvelwano
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Baqhayisa ngeenqwelo zokulwa abanye, abanye ngamahashe;thina siqhayisa ngoNdikhoyo uThixo wethu.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndiphilise, Ndikhoyo, ndiphile qete.Ndisindise, khon' ukuze ndisinde.
Kaloku nguwe udumo lwam.Ivesi elandelayo!
