- Guqukani, kuba ulawulo lukaThixo lusemnyango!
- UYohane lo wayesambatha ingubo yoboya benkamela, abhinqe ngethwathwa. Ukutya kwakhe kwakuziinkumbi nobusi.
- Ke ngoko velisani iziqhamo ezifanele inguquko.
- Mna okunene ndinibhaptiza ngamanzi, ndibonisa ukuguquka kwenu; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla kunam. Andikufanelanga nokukhulula izihlangu ezi zakhe. Yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo.
- Kwavakala izwi, livela ezulwini, lisithi: “Lo nguNyana wam endimthandayo; ndikholisiwe nguye.”
Izihloko ezinxulumeneyo
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
UBukumkani
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Ukusondela
Niyabona, uNdikhoyo uba nani...
Impahla
Musani ukuhombela ukubukwa ngokuluka...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ukuba niyazithoba kuye uThixo, uya kuniphakamisa.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke ndinawe, sukoyika;ndinguThixo wakho, sukuphakuzela.
Ndiza kukomeleza ndikusize,
amandla am asindisayo akuxhase akukhusele.Ivesi elandelayo!
