- Hayi, akakh' onjengawe;
hayi bo, wahlukile wena, Ndikhoyo!
Akukh' ongxondorha injengoThixo wethu! - Busesandleni sikaNdikhoyo ubutyebi nobuhlwempu,
ngokunjalo ukuphakanyiswa nokuthotywa.
Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
USomandla
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke...
Ukuthobeka
Nihlale nithobekile ngawo onke...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Sinalo ke uthando kuba thina sathandwa nguThixo kuqala.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umhlobo unothando ngamaxesha onke;ke yena umntakwenu uzalelwe ukuba nawe kwiimbandezelo.Ivesi elandelayo!
