- 1 KASAMWELI 1
- 1 KASAMWELI 2
- 1 KASAMWELI 3
- 1 KASAMWELI 4
- 1 KASAMWELI 5
- 1 KASAMWELI 6
- 1 KASAMWELI 7
- 1 KASAMWELI 8
- 1 KASAMWELI 9
- 1 KASAMWELI 10
- 1 KASAMWELI 11
- 1 KASAMWELI 12
- 1 KASAMWELI 13
- 1 KASAMWELI 14
- 1 KASAMWELI 15
- 1 KASAMWELI 16
- 1 KASAMWELI 17
- 1 KASAMWELI 18
- 1 KASAMWELI 19
- 1 KASAMWELI 20
- 1 KASAMWELI 21
- 1 KASAMWELI 22
- 1 KASAMWELI 23
- 1 KASAMWELI 24
- 1 KASAMWELI 25
- 1 KASAMWELI 26
- 1 KASAMWELI 27
- 1 KASAMWELI 28
- 1 KASAMWELI 29
- 1 KASAMWELI 30
- 1 KASAMWELI 31
- Hayi, akakh' onjengawe;
hayi bo, wahlukile wena, Ndikhoyo!
Akukh' ongxondorha injengoThixo wethu! - Kodwa uNdikhoyo nize nimthobele nimkhonze ninyanisekile ngomxhelo uphela. Kaloku nizibonile ukuba zinkulu kwazo izinto anenzele zona.
- Kodwa uNdikhoyo wathi kuSamweli: “Musa ukujonga ubunzwana bakhe nesithomo sakhe. Asinguye endimfunayo. Kaloku mna Ndikhoyo andijongi okujongwa ngabantu. Abantu bakhangela umfaneleko; mna Ndikhoyo ndikhangela ngaphakathi entliziyweni.”
- Busesandleni sikaNdikhoyo ubutyebi nobuhlwempu,
ngokunjalo ukuphakanyiswa nokuthotywa.
Izihloko ezinxulumeneyo
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ningakhuphani zixhiba, nigwexane. Ndaweni yaloo nto thethani ngobulali. Eyona nto nibizelwe yona yeyokuba nifumane ilifa leentsikelelo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Khawukhangele ukubukeka nomkhithawokuhlala kwezalamane ngemvano!Ivesi elandelayo!
