- Musa ukuziqoba amandla ufunana nobutyebi,
ungaphulukani nengqondo yakho ngenxa yabo. - Kaloku ubutyebi busuka buthi shwaka ngephanyazo;
ungáde ucinge ukuba busuke bantshula amaphiko bantinga njengokhozi. - Mfo wam, ndingonwaba kakhulu
xa ingqondo yakho idlamkile. - Unebhongo umzali womntwana olilungisa;
ewe, umntwana osisilumko uligugu kubazali bakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Ubulumko
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko...
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ukubawa
Umntu oyinyolukeleyo imali soze...
Ukucwangcisa
Kunikele kuNdikhoyo konke okwenzayo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Akunani kwaintwana engephi oyizuze ngendlela elungileyokunentabalala yengeniso oyifumene ngondlela-mnyama.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke ubukhulu ndawonye namandla;naso isidima sikwasesakho, ubungangamsha nobunewu-newu.
Kaloku zezakho zonke ezisezulwini,
kanti nezisemhlabeni ikwazezakho.
Ewe, Ndikhoyo, lolwakho ulawulo;
uyingqanga-ngqanga evelele konke jikelele.Ivesi elandelayo!
