- Nakuwe ke mntundini ugwebayo, nokuba ungubani, amatyholo aphelile. Ewe, ngokugweba omnye, uzigweba ngokwakho. Kaloku wena ugwebayo, wenza kwaezo zinto ugweba omnye ngazo.
- Ngaloo mini uThixo uya kuvuza elowo nalowo ngokwemisebenzi yakhe.
- UThixo ubavuza ngobomi obungonaphakade abo banomonde ekwenzeni imisebenzi emihle, belangazelela isidima newonga nokungafi.
- Bonke abonileyo bengekho phantsi komthetho kaMosis, baya kutshabalala bengaphandle kwawo; nabo bonke abonileyo bephantsi komthetho kaMosis, baya kugwetywa ngawo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Umgwebo
Nakuwe ke mntundini ugwebayo...
Ummelwane
Owesibini ke ngulo: ‘Uze...
Ibuyiselo
Nayiphi na into eniyenzayo...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Ukufuna
Nondifuna nindifumane, xa nindifuna...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Makathi ntshoo phambili amehlo akho,neenkophe zamehlo akho zithi ngqo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wena Thixo, unguThixo wam, ndithe swi nguwe.Umphefumlo wam uyakulangazelela.
Ndihlala ndizula-zula ndikufuna;
ndinxanele wena oku komhlaba obharhileyo.Ivesi elandelayo!
