- Ke kaloku uThixo wasibona isenzo sabo nokwahlukana kwabo neendlela zabo ezimbi. Ngoko ke uThixo wayijika ingqondo yakhe, akabi sabatshabalalisa njengoko wayezimisele.
Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
UMtyholi
Hlalani nithe qwa, nilumke!...
Ukulunga
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Izithixo
Bantwana bam, zilumkeleni izithixo!...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Thina singabancedisanayo emsebenzini kaThixo; intsimi kaThixo ke nini.Ngenye indlela nisisakhiwo sikaThixo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wena Thixo, unguThixo wam, ndithe swi nguwe.Umphefumlo wam uyakulangazelela.
Ndihlala ndizula-zula ndikufuna;
ndinxanele wena oku komhlaba obharhileyo.Ivesi elandelayo!
