DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

UISAYA 58:13-14

UNdikhoyo ke uthi:
“Ukuba nithe ke nawuhlonela uMhla wokuPhumla,
nayeka ukuzikholisa ngalo mhla wam uwodwa,
xa nithe nawulangazelela lo mhla,
ukuba niyawuxabisa umhla kaNdikhoyo,
ngawo ningenzi misebenzi iyeyenu,
niyeke ukuzonwabisa ngawo nokuthetha ngokungakhathali,
uNdikhoyo ke uya kunonwabisa,
animise nasezintabeni,
nixhamle ilifa lokhokho wenu uYakobi.”
Etshilo nje ke uNdikhoyo utshilo.
UISAYA 58:13-14 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Umntu ongaqiqiyo akayikhathalele imfundiso kayise;
kambe ke yena ozamkelayo iziluleko unengqondo.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

UThixo unguMoya; abo ke bamnqulayo kufuneka bamnqule ngoMoya benyanisekile.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela