- Guqukani, kuba ulawulo lukaThixo lusemnyango!
- Masikhe siziphengulule sizigocagoce iindlela zethu,
size sibuyele kuNdikhoyo. - Ngoko ke masizishiye iimfundiso zabaqalayo, siqhubele phambili kwezo zamakholwa akhulileyo. Masingabi saphindela emva, sibeka iziseko zokukholwa kuThixo, nenguquko kwimisebenzi ephuthileyo esasiyenza, sifundisa ngobhaptizo, nokubekwa kwezandla, ngokuvuka kwabafileyo, nomgwebo ongunaphakade.
- Ke yena umqokeleli-rhafu wayemi qelele, engathandi nokuwaphakamisela ezulwini amehlo akhe. Wayemana eziphothula izandla, esithi: ‘Thixo, yiba netarhu kum, mna moni.’
- Ke kaloku uThixo wasibona isenzo sabo nokwahlukana kwabo neendlela zabo ezimbi. Ngoko ke uThixo wayijika ingqondo yakhe, akabi sabatshabalalisa njengoko wayezimisele.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Inguqu
Ke kaloku thina sonke...
Ukuvuma izono
Ngoko ke zivumeni izono...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Utsho ke uNdikhoyo kwindlu kaSirayeli ukuthi:“Quqelani kum, niphile.”