- Ozingela ubulumko uyazithanda ngokwakhe;
okuxabisileyo ukuqonda uzuza ukonwaba. - Indlu nobutyebi lilifa looyise,
kodwa umfazi onengqondo uvela kuNdikhoyo. - Umntu ozithobelayo iziluleko uzuza ubomi;
ke yena ongayikhathaleliyo ihambo yakhe uyafa. - Umntu uyaceba acwangcise entliziyweni yakhe,
kodwa ke licebo likaNdikhoyo eliphumelelayo. - Umntu uzilahlela kuloo nto ayinqwenelayo;
phofu akunani kwaukuba lihlwempu kunokuba lixoki.
Izihloko ezinxulumeneyo
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Ubulumko
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ingqondo
Iingqondo zenu zimiliseleni kwizinto...
Ubudlelwane
Oyedwa uyagaganyelwa, kodwa ababini...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Unenyhweba kambe umntu obufumeneyo ubulumko;nditsho lowo ukuzuzileyo ukuqonda.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!
