- Culelani uThixo, nibong' igama lakhe.
Ewe, mbongeni lowo ucand' emafini.
Igama lakhe nguNdikhoyo, vuyani ngenxa yakhe.
UThixo usendlwini yakhe engcwele.
Nguyise weenkedama, umthetheleli wabahlolokazi. - Ndithi andisobe ndizitshabalalise ngemvula kwakhona izinto eziphilayo. Ilizwe alisobe liphinde lipheliswe ngemvula. Ngumnqophiso wam lowo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
UMtyholi
Hlalani nithe qwa, nilumke!...
Imfazwe yokomoya
Ngoko ke hlalani niqulile...
Uthembekile
Kungenxa yezibele zikaNdikhoyo singatshabalalanga...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Sendingxamile, andisayi kulibazisa;ndozithobela iziyalo zakho.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndikhoyo, wena unguThixo wam;ndosuka ndikuthuthe ndikudumise.
Kuthi mandikutyibele ndibongisele
ngenxa yemisebenzi yakho ekhamnqisayo;
kaloku ngokuthembeka okukhulu
wena zonke uzifezekisile –
nditsho izicwangciso zakho zamandulo.Ivesi elandelayo!
