- Mandikubonge ngomxhelo wam wonke, Ndikhoyo,
ndibalise ngayo yonke imimangaliso oyenzileyo. - Ndomemelela ngemincili,
ndikuvumel' ingoma, ndibonge wena, Phezukonke. - NguNdikhoyo inqaba yokuzimela abacinezelwayo;
nguye ikhusi ngamaxesha eembandezelo. - Bathembele ngawe, Ndikhoyo, bonke abakwaziyo;
kaloku akuzange ubafulathele abo bakufunayo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Umbulelo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Imimangaliso
Ondele kubo, uYesu wathi...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Ukuthetha
Ukuthetha komntu kulawula ukuphila...
Dumisani
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Waza uYesu wabakhangela wathi: “Abantu bona abanako ukuyenza le nto, kodwa yena uThixo unako ukuzenza zonke izinto.”Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu osifihlayo isono sakhe akabi nampumelelo;kambe ke yena osivumayo, ahlukane naso, wenzelwa inceba.Ivesi elandelayo!
