DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa
Akakho apha, uvukile. Khumbulani awakuthetha kuni esekwelaseGalili, esithi: ‘UNyana woLuntu umelwe kukunikelwa ezandleni zaboni, abethelelwe emnqamlezweni, athi ngomhla wesithathu abuye avuke.’

Ingcaciso

Ngalo lonke ixesha eli phepha liphinda likhutshelwa, kuboniswa enye indinyana yeBhayibhile ekhuthazayo. Cofa kwiqhosha elithi 'Ivesi elandelayo' ukuze uphinde ulayishe iphepha!

Ngaba ukhangela ukuthanda kukaThixo?

Ungazama ukubuza umbuzo kuThixo ngomthandazo omfutshane, kwaye ucofe iqhosha elithi 'Ivesi elandelayo'. Usenokufumana nje impendulo kwiLizwi laKhe...