DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

Ivesi elingokungenamkhethe malunga nokutya

Zonke iindidi zeentlanzi ezinamaphiko namaxolo ningazitya. Kambe ke yonke into ehlala emanzini ingenawo amaphiko namaxolo sanukuyitya, inomlaza.

Ingcaciso

Ngalo lonke ixesha eli phepha liphinda likhutshelwa, kuboniswa enye indinyana yeBhayibhile ekhuthazayo. Cofa kwiqhosha elithi 'Ivesi elandelayo' ukuze uphinde ulayishe iphepha!

Ngaba ukhangela ukuthanda kukaThixo?

Ungazama ukubuza umbuzo kuThixo ngomthandazo omfutshane, kwaye ucofe iqhosha elithi 'Ivesi elandelayo'. Usenokufumana nje impendulo kwiLizwi laKhe...