DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

Ivesi elingokungenamkhethe malunga nokukhonza

Phulaphulani ke, maSirayeli, ingaba yintoni afuna niyenze uNdikhoyo uThixo wenu? Ufuna nimhlonele, ningaphambuki endleleni yakhe. Ufuna nimthande, nimkhonze ngengqondo yenu yonke nangomoya wenu wonke, nithobele imiyalelo nemimiselo yakhe, le ndininika yona namhlanje ukuze kulunge kuni.

Ingcaciso

Ngalo lonke ixesha eli phepha liphinda likhutshelwa, kuboniswa enye indinyana yeBhayibhile ekhuthazayo. Cofa kwiqhosha elithi 'Ivesi elandelayo' ukuze uphinde ulayishe iphepha!

Ngaba ukhangela ukuthanda kukaThixo?

Ungazama ukubuza umbuzo kuThixo ngomthandazo omfutshane, kwaye ucofe iqhosha elithi 'Ivesi elandelayo'. Usenokufumana nje impendulo kwiLizwi laKhe...