DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa
UNdikhoyo uThixo udale umfazi ngolo bambo waluthathayo endodeni, wamsa kuyo.
Ithe ke indoda: “Nanku ke oyena-yena! Lithambo lamathambo am, nenyama yeenyama zam. Kuya kuthiwa ngumfazi, kuba uthathwe kumfo.” Yiyo ke loo nto indoda imshiya uyise nonina, inamathele kumkayo, baze babe mntu mnye.

Ingcaciso

Ngalo lonke ixesha eli phepha liphinda likhutshelwa, kuboniswa enye indinyana yeBhayibhile ekhuthazayo. Cofa kwiqhosha elithi 'Ivesi elandelayo' ukuze uphinde ulayishe iphepha!

Ngaba ukhangela ukuthanda kukaThixo?

Ungazama ukubuza umbuzo kuThixo ngomthandazo omfutshane, kwaye ucofe iqhosha elithi 'Ivesi elandelayo'. Usenokufumana nje impendulo kwiLizwi laKhe...