- Yaye ndiqinisekile ngale ndawo yokuba lo msebenzi mhle awuqalileyo uThixo kuni, uya kude awuqabelise ngeMini kaKrestu uYesu.
- Kaloku ndiyazi ukuba ngemithandazo yenu, nangoncedo loMoya kaYesu Krestu ndiya kusinda.
- Kambe ke, ukudla ubomi, kum kukuthobela uKrestu. Ukufa ke kona kuzisa lukhulu.
- Ndixakiwe. Ndiyakulangazelela ukufuduka ndiye kuKrestu, nto leyo ibhetele kakhulu. Kodwa ngenxa yenu kubalulekile ngaphezulu ukuba ndidle ubomi.
- Kuba kaloku ilungelo lenu njengabamanywe noKrestu alipheleli ekukholweni kuye kuphela, koko lifikelela nasekubeni nive ubunzima ngenxa yakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukuza kwesibini
Nani ke ngoko hlalani...
Ukuzalwa ngokutsha
Akuba umntu emanywe noKrestu...
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ubabalo lweNkosi uYesu Krestu malube nani nonke.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ngoko ke nathi ngokwethu siyalwazi, saye sikholosa ngalo uthando aluthululele kuthi uThixo.UThixo uluthando, yaye nabani na ohlala eluthandweni uhlala emanyene noThixo, noThixo uhlala emanyene naye.Ivesi elandelayo!
