Ivesi elingokungenamkhethe malunga nokuphilisa
Ke kaloku ngomnye uMhla woPhumlo uYesu wayefundisa ndlwini yesikhungo ithile. Apho kwakukho umfazi owayenendimoni eyamgulisa iminyaka elishumi elinesibhozo. Wayegobile, engenako mpela ukuma nkqo. Akuba uYesu embonile, wambiza, wathi kuye: “Mfazi, ukhululekile ebulwelweni bakho.” Wambeka izandla, waza ke lo mfazi wema nkqo kwangoko, wabulela uThixo.
Ke lona igosa lendlu yesikhungo, licaphukile kuba uYesu ephilise ngoMhla wokuPhumla, lathi kwisihlwele: “Mithandathu imihla ekufanele ukusetyenzwa ngayo. Yizani ngayo niphiliswe, kungabi ngawo uMhla wokuPhumla.” Yaphendula ke iNkosi, yathi: “Mamenemenendini, ngubani na kuni ongayikhululiyo ngoMhla woPhumlo emkhumbini wesitali inkomo yakhe, okanye idonki yakhe, ayirhole esiya kuyiseza? Lo ke, eyintombi ka-Abraham nje, owayebotshiwe le minyaka ilishumi elinesibhozo nguSathana, ubengamelwe kukukhululwa na kulo mabophe ngoMhla woPhumlo?” Akuba etshilo, basuka badana bonke ababechasene naye. Ke sona isihlwele sasivuya ngenxa yazo zonke izinto ezintle awayezenza.

Ivesi elingokungenamkhethe malunga ...
- Ibuyiselo
- ILizwi likaThixo
- Imali
- Intliziyo
- Intsikelelo
- Isono
- Izulu
- Thembela
- Ubabalo
- Ubomi
- Ubomi obungunaphakade
- Ububi
- Ubulumko
- Ubulungisa
- Ukholo
- Ukukhuselwa
- Ukuphulaphula
- Ukuqonda
- Ukuthembeka
- Ukuthetha
- Ukuthobeka
- Ukuthobela
- Ukutya
- Ukuvangela
- Ukuxhomekeka
- Umhlaba
- Ummelwane
- Umoya
- uMoya oyiNgcwele
- Umthandazo
- Umthetho
- Unqulo
- Usindiso
- UTata
- Uthando
- uThixo
- Uvuyo
- Uxolelo
- Uxolo
- UYesu
Ingcaciso
Ngalo lonke ixesha eli phepha liphinda likhutshelwa, kuboniswa enye indinyana yeBhayibhile ekhuthazayo. Cofa kwiqhosha elithi 'Ivesi elandelayo' ukuze uphinde ulayishe iphepha!Ngaba ukhangela ukuthanda kukaThixo?
Ungazama ukubuza umbuzo kuThixo ngomthandazo omfutshane, kwaye ucofe iqhosha elithi 'Ivesi elandelayo'. Usenokufumana nje impendulo kwiLizwi laKhe...Izihloko ezinxulumeneyo
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...