- Ithemba lelungisa liza novuyo;
ke lona ithemba lesikhohlakali liphelel' emoyeni. - Umsindo kaNdikhoyo uza kade,
kodwa ke yena ngumandla-makhulu.
Umntu owonileyo akaphuncuki kwisohlwayo sakhe.
Indlela yakhe sisivungu-vungu noqhwithela;
amafu luthuli lweenyawo zakhe. - Kambe ke wena, Nkosi,
unguThixo onenceba nesisa.
Wena ucaphuka kade,
uphuphuma uthando nokunyaniseka.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ukuphela kwexesha
Sanukuvuma nilahlekiswe mntu. Kaloku...
Ubabalo
Masisondele ke ngoko singenadyudyu...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Uvelwano
Ndaweni yaloo nto yenzelanani...
Ukuza kwesibini
Nani ke ngoko hlalani...
