- Kaloku ilizwi likaNdikhoyo linyanisekile,
nemisebenzi yakhe yonke inyanisekile. - UNdikhoyo uyakuthanda ukunyaniseka nokulunga;
lizele ihlabathi zizibele zakhe. - Wathetha nje ngelizwi, akho amazulu,
wadala ilanga, inyanga, noozinkwenkwezi. - Sinoyolo isizwe esiThixo unguNdikhoyo,
eso asinyule sangabantu bakhe. - UNdikhoyo uyabanakekela abo bamhlonelayo
nabo bathembe izibele zenceba yakhe. - Ndikhoyo, senzele ububele nenceba,
njengoko kaloku sithembele kuwe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
ILizwi likaThixo
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya...
Inyaniso
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku izibele zothando lwakho ziyabugqwesa nobomi,ngoko ndiya kuhlala ndikudumisa.
Ndiya kukubonga lo gama ndisaphilayo;
ndiya kunyukela kuwe ngomthandazo.
