- Zonke iindlela zomntu zibonakala zilungile kwawakhe amehlo,
kanti ke nguNdikhoyo oyibeka esikalini intliziyo yomntu. - Ukwenza ubulungisa nokuthe ngqo
kwamkelekile kuNdikhoyo kunamadini. - Umntu oxunela ubulungisa nenceba
ufumana ubomi nobulungisa nodumo. - Umntu onjalo ulibala imini yonke kukucinga ngezinto azifunayo;
kanti ke yena umntu olungileyo unezinwe uyapha.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Umgwebo
Nakuwe ke mntundini ugwebayo...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Iingcamango
Ndibhenela kuwe, Thixo wam...
Ukunyaniseka
Bantwana bam, uthando lwethu...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nabani na ozigqatsayo kukhuphiswano uba phantsi kwengqeqesho engqongqo. Le nto uyayinyamezela khon' ukuze afumane isithsaba esibunayo. Kodwa thina siyenza siza kuzuza isithsaba esingagugiyo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi:“ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga,
ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’”Ivesi elandelayo!
