DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

Ubulumko (3/3)

  • Unyana osisilumko ulibhongo likayise,
    ke yena osisityhakala ungumva-ndedwa kanina.
  • Osisilumko uya kuziqonda ezi zinto;
    oqaphelayo uya kukwazi oku.
    Iindlela zikaNdikhoyo zithe ngqo.
    Ke amalungisa ahamba ngazo;
    ke bona abakreqi ziyabakhubekisa.
  • Amazwi obuciko akanakufumaneka emlonyeni wesiyatha;
    amazwi obuxoki akalindelekanga emilebeni yesikhulu.
  • Ulodala iintaba, adal' umoya,
    ulozityhilayo iinjongo zakhe eluntwini,
    ulojik' umsobomvu kuvel' urhatyazo,
    ulonyathela imimango ephakamileyo yomhlaba,
    nguNdikhoyo uThixo onamandla onke igama lakhe.