- Xa ndandisebunzimeni ndabhenela kuNdikhoyo,
waza yena wasabela wandihlangula. - Andinadyudyu, kuba uNdikhoyo ungakum;
okokwakhe yena umntu akanakundenza nto konke. - Into ebhetele kukuzimela ngoNdikhoyo,
kunokuba uthembele ngomntu. - Namhla kunamhla, yimini kaNdikhoyo;
masizonwabise sibe nemihlali ngayo. - Sisindise, siyakubongoza, Ndikhoyo!
Awu, siyatarhuzisa, Ndikhoyo; masiphumelele ngawe!
Banoyolo abangena ngegama likaNdikhoyo;
siyanithamsanqela thina sisendlwini kaNdikhoyo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Umthuthuzeli
Makabongwe uThixo, uyise weNkosi...
Uloyiko
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UNdikhoyo uyamcaphukela umntu oxokayo,kodwa uyakholiswa ngonyanisekileyo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UThixo ulihlathi nenqaba yethu;ngexesha leenkathazo uluncedo oluhlala lulungile.Ivesi elandelayo!
